5 Yaye amadoda aseAyi axabela amadoda amalunga namashumi amathathu anesithandathu awo, awasukela+ ukusuka phambi kwesango ukuya kufikelela eShebharim aza aqhubeka ewaxabela ethambekeni. Ngenxa yoko intliziyo yabantu yaqalisa ukunyibilika yaza yanjengamanzi.+