Daniyeli 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wothuka+ ukumkani, latsho laguquka nebala lolusu lwakhe, axengaxenga+ amalungu akhe kasikrotyana, namadolo abethabethana.+ Luka 22:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Kodwa esekungcungcuthekeni, kwaba kukhona ethandaza ngenyameko;+ kwaza ukubila kwakhe kwaba njengamathontsi egazi esiwa emhlabeni.+
6 Wothuka+ ukumkani, latsho laguquka nebala lolusu lwakhe, axengaxenga+ amalungu akhe kasikrotyana, namadolo abethabethana.+
44 Kodwa esekungcungcuthekeni, kwaba kukhona ethandaza ngenyameko;+ kwaza ukubila kwakhe kwaba njengamathontsi egazi esiwa emhlabeni.+