Duteronomi 33:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.” Yohane 8:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Ngoko ke achola amatye ukuze amgibisele ngawo;+ kodwa uYesu wazifihla waza waphuma etempileni. IZenzo 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kananjalo, uHerode noPontiyo Pilato+ kunye nabantu beentlanga kunye nezizwana zakwaSirayeli ngokwenene babehlanganisene ndawonye kwesi sixeko nxamnye nomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu, lowo wamthambisayo,+
17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.”
27 Kananjalo, uHerode noPontiyo Pilato+ kunye nabantu beentlanga kunye nezizwana zakwaSirayeli ngokwenene babehlanganisene ndawonye kwesi sixeko nxamnye nomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu, lowo wamthambisayo,+