INdumiso 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kukubonga ebandleni elikhulu;+Ndiya kukudumisa phakathi kwesizwana esikhulu.+ INdumiso 40:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ubulungisa bakho andibugubungelanga ngaphakathi entliziyweni yam.+Ukuthembeka kwakho nosindiso lwakho ndiluvakalisile.+Ububele bakho bothando nokunyanisa kwakho andikufihlanga ebandleni elikhulu.”+ INdumiso 107:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Mabambonge ebandleni labantu;+Mabamdumise kwindawo yokuhlala yamadoda akhulileyo.+ INdumiso 111:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 111 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Ndiya kumbonga uYehova ngentliziyo yam yonke+ב [Behth]Kwiqela lamakholwane+ abo bathe tye nakuyo indibano.+
10 Ubulungisa bakho andibugubungelanga ngaphakathi entliziyweni yam.+Ukuthembeka kwakho nosindiso lwakho ndiluvakalisile.+Ububele bakho bothando nokunyanisa kwakho andikufihlanga ebandleni elikhulu.”+
111 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Ndiya kumbonga uYehova ngentliziyo yam yonke+ב [Behth]Kwiqela lamakholwane+ abo bathe tye nakuyo indibano.+