IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 29:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+

  • Obhadiya 21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Yaye abasindisi+ baya kunyuka beze eNtabeni yaseZiyon,+ ukuze bagwebe ummandla weentaba wakwaEsawu;+ yaye ubukumkani bumele bube bobukaYehova.”+

  • ISityhilelo 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 besithi: “Siyakubulela,+ Yehova Thixo, onguSomandla,+ Lowo ukhoyo+ nowayekho, ngenxa yokuba uye wathabatha amandla+ akho amakhulu waza waqalisa ukulawula njengokumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share