INdumiso 78:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukuze isizukulwana esizayo, oonyana ababeza kuzalwa, bazazi,+Ukuze baphakame baze bazibalisele ababo oonyana,+ INdumiso 102:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Oku kubhalelwe isizukulwana esizayo;+Nabantu abaza kudalwa baya kumdumisa uYa.+
6 Ukuze isizukulwana esizayo, oonyana ababeza kuzalwa, bazazi,+Ukuze baphakame baze bazibalisele ababo oonyana,+ INdumiso 102:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Oku kubhalelwe isizukulwana esizayo;+Nabantu abaza kudalwa baya kumdumisa uYa.+