INdumiso 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Moyikeni uYehova, nina bangcwele bakhe,+Kuba abasweli abo bamoyikayo.+ INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Filipi 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke yena uThixo wam+ wonibonelela kuzo zonke iintswelo zenu+ ngokobutyebi+ bakhe bozuko ngaye uKristu Yesu. Hebhere 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
19 Ke yena uThixo wam+ wonibonelela kuzo zonke iintswelo zenu+ ngokobutyebi+ bakhe bozuko ngaye uKristu Yesu.
5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+