IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngaphambi kokuba ndimke—yaye andiyi kubuya+—

      Ndiye elizweni lobumnyama nethunzi elimnyama,+

  • Yobhi 38:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngaba amasango okufa+ atyhiliwe kuwe,

      Okanye ngaba unokuwabona amasango ethunzi elimnyama?+

  • INdumiso 44:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba usityumzele endaweni yoodyakalashe,+

      Yaye usigubungela ngethunzi elimnyama.+

  • Mateyu 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 bantu ababehleli ebumnyameni,+ nibone ukukhanya okukhulu,+ nina bahleli kummandla wethunzi lokufa, nivelelwe+ kukukhanya.”+

  • Luka 1:79
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share