Nehemiya 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndikhumbule,+ Thixo wam, ngokuphathelele oku, ungazisusi+ izenzo zam zobubele endizenzileyo kwindlu+ kaThixo wam nokulindwa kwayo. INdumiso 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwakhona wandinyusa wandikhupha emhadini ogqumayo,+Eludakeni lomgxobhozo.+Wandula ke waluvelisa unyawo lwam engxondorheni;+Wawamisela ngokuqinileyo amanyathelo am.+
14 Ndikhumbule,+ Thixo wam, ngokuphathelele oku, ungazisusi+ izenzo zam zobubele endizenzileyo kwindlu+ kaThixo wam nokulindwa kwayo.
2 Kwakhona wandinyusa wandikhupha emhadini ogqumayo,+Eludakeni lomgxobhozo.+Wandula ke waluvelisa unyawo lwam engxondorheni;+Wawamisela ngokuqinileyo amanyathelo am.+