1 Kumkani 8:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo abafanele bahambe ngayo;+ uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa. INdumiso 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndazise iindlela zakho, Yehova;+Ndifundise iindlela zakho.+ INdumiso 86:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+ Isaya 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kuninika isonka sokubandezeleka namanzi engcinezelo;+ kanti umYaleli Ozukileyo akayi kuba sazifihla, namehlo akho amele abe ngamehlo abona umYaleli Ozukileyo wakho.+ Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+
36 kwanga ungeva usemazulwini, uze usixolele isono sabakhonzi bakho, bona kanye abantu bakho amaSirayeli, ngenxa yokuba ubafundisa+ indlela elungileyo abafanele bahambe ngayo;+ uze uzise imvula+ kwilizwe lakho olinike abantu bakho njengelifa.
11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+
20 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kuninika isonka sokubandezeleka namanzi engcinezelo;+ kanti umYaleli Ozukileyo akayi kuba sazifihla, namehlo akho amele abe ngamehlo abona umYaleli Ozukileyo wakho.+