INdumiso 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ke ndingumbungu,+ andingomntu,Ndilungcikivo ebantwini nodelekileyo ebantwini.+ INdumiso 42:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abo babonisa ubutshaba kum bandingcikiva befuna ukubulala amathambo am,+Ngoxa imini yonke besithi kum: “Uphi na uThixo wakho?”+ INdumiso 102:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Iintshaba zam zindingcikivile imini yonke.+Abo bandenza isidenge bafunga ngam.+ Isaya 53:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Eneneni yena wathwala izifo zethu;+ wathwala kwaneentlungu zethu.+ Kodwa thina samgqala engokhathazwayo,+ engobethwa nguThixo+ noxhwalekileyo.+ Roma 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+ 1 Petros 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+
10 Abo babonisa ubutshaba kum bandingcikiva befuna ukubulala amathambo am,+Ngoxa imini yonke besithi kum: “Uphi na uThixo wakho?”+
4 Eneneni yena wathwala izifo zethu;+ wathwala kwaneentlungu zethu.+ Kodwa thina samgqala engokhathazwayo,+ engobethwa nguThixo+ noxhwalekileyo.+
3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+
14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+