INdumiso 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndithe kuYehova: “UnguYehova; ukulunga kwam, akwenzelwanga wena,+ INdumiso 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+ Yohane 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+
2 Ndithe kuYehova: “UnguYehova; ukulunga kwam, akwenzelwanga wena,+ INdumiso 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+ Yohane 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+
17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+