INdumiso 104:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+ Mateyu 27:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 amnika iwayini exutywe nenyongo+ ukuba ayisele; kodwa, emva kokuba eyingcamle, wala ukusela.+
15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+