IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko wathi kubo:

      “Kodlayo+ kwaphuma into edliwayo,

      Kowomeleleyo kwaphuma into emnandi.”+

      Yaye abazange bakwazi ukulixela iqhina iintsuku ezintathu.

  • Daniyeli 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 njengoko umoya ongaqhelekanga nolwazi nengqiqo yokuchaza amaphupha+ nokucacisa iintsonkotha nokukhulula amaqhina kwafunyanwayo kuyo,+ kuDaniyeli, lowo ukumkani ngokwakhe wambiza ngokuba nguBheleteshatsare.+ Ke kaloku makabizwe uDaniyeli lowo, ukuze achaze intsingiselo yoku.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share