Genesis 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uThixo wayibiza indawo eyomileyo ngokuthi nguMhlaba,+ kodwa amanzi abuthelene ndawonye wawabiza ngokuthi ziiLwandle.+ Ngoko ke, uThixo wabona ukuba kulungile.+ INdumiso 90:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+
10 Waza uThixo wayibiza indawo eyomileyo ngokuthi nguMhlaba,+ kodwa amanzi abuthelene ndawonye wawabiza ngokuthi ziiLwandle.+ Ngoko ke, uThixo wabona ukuba kulungile.+
2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+