IMizekeliso 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+ Efese 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze simdumise+ ngenxa yozuko lobubele bakhe obungasifanelanga+ aye wasibabala ngabo ngalowo amthandileyo.+
2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+
6 ukuze simdumise+ ngenxa yozuko lobubele bakhe obungasifanelanga+ aye wasibabala ngabo ngalowo amthandileyo.+