IMizekeliso 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Indoda enomsindo ixhokonxa usukuzwano,+ kodwa ozeka kade umsindo udambisa ingxabano.+ Yakobi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zibangelwa yintoni na iimfazwe neengxabano phakathi kwenu? Azibangelwa+ yinkanuko yenu yenyama na, ephikisanayo namalungu enu?+
4 Zibangelwa yintoni na iimfazwe neengxabano phakathi kwenu? Azibangelwa+ yinkanuko yenu yenyama na, ephikisanayo namalungu enu?+