Duteronomi 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngemini yakhe ufanele umnike umvuzo wakhe,+ lingatshoni ilanga usekuwe, ngokuba esenkathazweni yaye ewubhekise umphefumlo wakhe emvuzweni wakhe; hleze akhale ngawe kuYehova,+ kuze oko kube sisono kuwe.+ INdumiso 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+ IMizekeliso 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+ INtshumayeli 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ubona kucinezelwa osweleyo, kuhluthwa nesigwebo+ ngogonyamelo nobulungisa kwiphondo, musa ukuthi manga+ yiloo nto, kuba ophakame ngakumbi+ kunalowo uphakamileyo ujongile,+ yaye kukho abo bangaphezulu kubo. Roma 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+
15 Ngemini yakhe ufanele umnike umvuzo wakhe,+ lingatshoni ilanga usekuwe, ngokuba esenkathazweni yaye ewubhekise umphefumlo wakhe emvuzweni wakhe; hleze akhale ngawe kuYehova,+ kuze oko kube sisono kuwe.+
5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+
5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+
8 Ukuba ubona kucinezelwa osweleyo, kuhluthwa nesigwebo+ ngogonyamelo nobulungisa kwiphondo, musa ukuthi manga+ yiloo nto, kuba ophakame ngakumbi+ kunalowo uphakamileyo ujongile,+ yaye kukho abo bangaphezulu kubo.
3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+