2 Samuweli 15:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa ukuba ubuyela esixekweni uze okunene uthi kuAbhisalom, ‘Ndingumkhonzi wakho, Kumkani. Ndandifudula ndingumkhonzi kayihlo, mna kanye ngelo xesha, kodwa ngoku mna kanye ndingumkhonzi wakho,’+ uze ke unditshitshisele+ icebo lika-Ahitofele. IMizekeliso 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo. Mateyu 24:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+
34 Kodwa ukuba ubuyela esixekweni uze okunene uthi kuAbhisalom, ‘Ndingumkhonzi wakho, Kumkani. Ndandifudula ndingumkhonzi kayihlo, mna kanye ngelo xesha, kodwa ngoku mna kanye ndingumkhonzi wakho,’+ uze ke unditshitshisele+ icebo lika-Ahitofele.
29 Uyambona na umntu onobuchule emsebenzini wakhe? Uya kuma phambi kookumkani;+ akayi kuma phambi kwabantu abaqhelekileyo.
45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+