IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 6:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo,+ uze uxolele+ yaye unike ngamnye ngokweendlela zakhe zonke,+ ngenxa yokuba uyayazi intliziyo yakhe+ (kuba nguwe kuphela oyazi kakuhle intliziyo yoonyana boluntu);+

  • INdumiso 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Mabuphele ububi babangendawo,+

      Uze ummisele lowo ulilungisa;+

      Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+

  • INdumiso 44:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngaba uThixo akayi kukufuna oku?+

      Kuba uyaziqonda iimfihlelo zentliziyo.+

  • Yeremiya 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+

  • IZenzo 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye bathandaza baza bathi: “Owu Yehova, wena uzaziyo iintliziyo zabo bonke,+ yalatha ukuba yiyiphi kula madoda mabini oyinyulileyo,

  • Hebhere 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share