Genesis 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+ 1 Samuweli 25:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke wawa ezinyaweni zakhe+ waza wathi: “Masibe kum, Owu nkosi yam, esi siphoso;+ yaye, khawuncede, ulivumele ikhobokazana lakho lithethe ezindlebeni zakho,+ uze uwaphulaphule amazwi ekhobokazana lakho. IMizekeliso 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngomonde umphathi uyacengeka, yaye ngolwimi olunobulali unokwaphula ithambo.+ Kolose 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ngoku ngokwenene lahlani konke,+ ingqumbo, umsindo, ububi, yaye makungaphumi ntetho itshabhisayo,+ nantetho ingamanyala+ emlonyeni wenu. Yakobi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+
8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+
24 Wandula ke wawa ezinyaweni zakhe+ waza wathi: “Masibe kum, Owu nkosi yam, esi siphoso;+ yaye, khawuncede, ulivumele ikhobokazana lakho lithethe ezindlebeni zakho,+ uze uwaphulaphule amazwi ekhobokazana lakho.
8 Kodwa ngoku ngokwenene lahlani konke,+ ingqumbo, umsindo, ububi, yaye makungaphumi ntetho itshabhisayo,+ nantetho ingamanyala+ emlonyeni wenu.
19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+