IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Inene, inene, ndithi kuni, Niya kulila nize nenze isijwili, kodwa ihlabathi liya kuba nemihlali; niya kuba buhlungu,+ kodwa intlungu yenu iya kujikwa ibe luvuyo.+

  • Roma 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yibani nemihlali kunye nabantu abanemihlali;+ lilani kunye nabantu abalilayo.

  • 2 Korinte 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Khangelani! indlela enkulu ngayo inyameko okuyivelisileyo ukuba buhlungu kwenu ngendlela yobuthixo,+ kuba nitsho nazihlambulula, nacaphuka, nanoloyiko, nanolangazelelo, nanenzondelelo, nabulungisa ububi!+ Kuzo zonke iinkalo nizibonakalise ninyulu kulo mbandela.

  • Yakobi 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yibani lusizi, nizile, nilile.+ Ukuhleka kwenu makujikwe kube kukuzila, novuyo lwenu lube kukudakumba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share