Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ 2 Samuweli 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
16 Kwathi ke yakufika ityeya kaYehova kwisiXeko sikaDavide, uMikali,+ intombi kaSawule, wakhangela phantsi ngefestile waza wabona uKumkani uDavide exhumaxhuma yaye engqungqa phambi koYehova; yaye wamdelela+ entliziyweni yakhe.+