Genesis 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uthe akuyiva uLabhan le ngxelo engoYakobi unyana wodade wabo, wabaleka ukuya kumhlangabeza.+ Wafika wamwola waza wamanga, wamzisa endlwini yakhe.+ Yena ke wambalisela uLabhan zonke ezi zinto. Genesis 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uEsawu wabaleka ukuya kumhlangabeza,+ waza wamwola,+ wawa entanyeni yakhe, wamanga, baziphalaza iinyembezi. Genesis 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+ 2 Kumkani 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wandula ke wathi: “Ngeli xesha limisiweyo kunyaka ozayo uya kube uwola unyana.”+ Kodwa wathi: “Hayi, nkosi yam, mntu kaTHIXO oyinyaniso! Musa ukuxoka ngesicakakazi sakho.”
13 Uthe akuyiva uLabhan le ngxelo engoYakobi unyana wodade wabo, wabaleka ukuya kumhlangabeza.+ Wafika wamwola waza wamanga, wamzisa endlwini yakhe.+ Yena ke wambalisela uLabhan zonke ezi zinto.
4 Yaye uEsawu wabaleka ukuya kumhlangabeza,+ waza wamwola,+ wawa entanyeni yakhe, wamanga, baziphalaza iinyembezi.
10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+
16 Wandula ke wathi: “Ngeli xesha limisiweyo kunyaka ozayo uya kube uwola unyana.”+ Kodwa wathi: “Hayi, nkosi yam, mntu kaTHIXO oyinyaniso! Musa ukuxoka ngesicakakazi sakho.”