ABagwebi 11:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye wathi akumbona, wazikrazula izambatho zakhe+ wathi: “Awu, ntombi yam! Eneneni undenze ndagoba phantsi, yaye wena ndikuhlisele ishwangusha. Kwaye mna—ndiwuvulile umlomo wam kuYehova, andikwazi ukujika.”+ Yakobi 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+
35 Yaye wathi akumbona, wazikrazula izambatho zakhe+ wathi: “Awu, ntombi yam! Eneneni undenze ndagoba phantsi, yaye wena ndikuhlisele ishwangusha. Kwaye mna—ndiwuvulile umlomo wam kuYehova, andikwazi ukujika.”+
26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+