INtshumayeli 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndaza ndayinikela intliziyo yam ekwazini ubulumko nasekwazini impambano,+ ndaza ndabazi ubuyatha,+ kwanako oku kukusukelana nomoya.+ INtshumayeli 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndajika mna, entliziyweni yam ukuze ndazi,+ ndikhangele, ndifune ubulumko+ nesizathu sezinto,+ nokuze ndazi ngobungendawo bobuyatha nobudenge bempambano;+ INtshumayeli 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngokuvumelana noku ndayinikela intliziyo yam+ ukuba ndibazi ubulumko nokuba ndiwubone umsebenzi owenziwayo emhlabeni,+ ngenxa yokuba kukho ongabuboniyo ubuthongo ngamehlo akhe, enoba kusemini okanye ebusuku.+
17 Ndaza ndayinikela intliziyo yam ekwazini ubulumko nasekwazini impambano,+ ndaza ndabazi ubuyatha,+ kwanako oku kukusukelana nomoya.+
25 Ndajika mna, entliziyweni yam ukuze ndazi,+ ndikhangele, ndifune ubulumko+ nesizathu sezinto,+ nokuze ndazi ngobungendawo bobuyatha nobudenge bempambano;+
16 Ngokuvumelana noku ndayinikela intliziyo yam+ ukuba ndibazi ubulumko nokuba ndiwubone umsebenzi owenziwayo emhlabeni,+ ngenxa yokuba kukho ongabuboniyo ubuthongo ngamehlo akhe, enoba kusemini okanye ebusuku.+