INtshumayeli 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe.
15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe.