IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kobeka phi na ke ngabo bahlala ezindlwini zodongwe,

      Iziseko zazo eziseluthulini!+

      Abatyunyuzwa ngokukhawuleza ngakumbi kunenundu.

  • Mateyu 12:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Wandule ke uthi, ‘Ndiza kubuyela kwindlu yam endaphumayo kuyo’; uthi ke wakufika uyifumane izé, itshayelwe yacoceka yaza yahonjiswa.

  • 2 Korinte 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Siyazi kaloku ukuba xa ithe yachithwa+ indlu yethu yasemhlabeni,+ le ntente,+ siza kuba nesakhiwo esivela kuThixo, indlu engenziwanga ngazandla,+ engunaphakade+ emazulwini.

  • 2 Petros 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa ndikugqala kulungile, lo gama ndisekulo mnquba,+ ukunivusa ngendlela yokunikhumbuza,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share