2 Samuweli 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 AmaFilisti+ alwa imfazwe noSirayeli kwakhona. Ngako oko uDavide nabakhonzi bakhe behla baza balwa namaFilisti; yaye wadinwa uDavide. INdumiso 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+ INdumiso 90:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yonke imihla yethu ifikelele ekupheleni kwayo ngokuvutha komsindo wakho;+Siyigqibile iminyaka yethu kanye njengokusebeza.+ INdumiso 102:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Endleleni wawaxhwalekisa amandla am,+Wayinqumla imihla yam.+
15 AmaFilisti+ alwa imfazwe noSirayeli kwakhona. Ngako oko uDavide nabakhonzi bakhe behla baza balwa namaFilisti; yaye wadinwa uDavide.
15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+
9 Kuba yonke imihla yethu ifikelele ekupheleni kwayo ngokuvutha komsindo wakho;+Siyigqibile iminyaka yethu kanye njengokusebeza.+