Genesis 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+ Isaya 59:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Simana siphuthaphutha udonga njengabantu abaziimfama, kwaye siyaphuthaphutha njengabo bangenamehlo.+ Sikhubeke emini enkulu njengasekutshoneni kwelanga; phakathi kwabomeleleyo sinjengabafileyo.+ Mateyu 9:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wandula ke wachukumisa amehlo azo,+ esithi: “Makwenzeke kuni ngokokholo lwenu.”
10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+
10 Simana siphuthaphutha udonga njengabantu abaziimfama, kwaye siyaphuthaphutha njengabo bangenamehlo.+ Sikhubeke emini enkulu njengasekutshoneni kwelanga; phakathi kwabomeleleyo sinjengabafileyo.+