IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ke kaloku bakukuva oku kwathi xhokro entliziyweni,+ yaye bathi kuPetros nabanye abapostile: “Madoda, bazalwana, senze ntoni na?”+

  • 2 Korinte 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba izixhobo zethu zemfazwe ayizizo ezenyama,+ kodwa ngaye uThixo+ zinamandla okubhukuqa izinto ezinqatyisiweyo.

  • Tito 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ukuze babuyisele abafazana ezingqondweni ukuba bathande amadoda abo,+ bathande nabantwana babo,+

  • Hebhere 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba ilizwi+ likaThixo liphilile,+ linamandla+ yaye libukhali ngaphezu kwalo naliphi na ikrele elintlangothi-mbini,+ lihlaba lide lahlule umphefumlo+ nomoya,+ kwanamalungu nomongo wawo, yaye liyakwazi ukuphicotha iingcamango notyekelo lwentliziyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share