ABagwebi 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uSamson wahamba waya kubamba iimpungutye ezingamakhulu amathathu+ waya kuthabatha nezikhuni zomlilo waza wajikela umsila komnye umsila waza wabeka isikhuni somlilo sasinye phakathi kwemisila emibini, kanye phakathi. IZililo 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenxa yentaba yaseZiyon ephanzileyo;+ iimpungutye zihambe kuyo.+
4 Yaye uSamson wahamba waya kubamba iimpungutye ezingamakhulu amathathu+ waya kuthabatha nezikhuni zomlilo waza wajikela umsila komnye umsila waza wabeka isikhuni somlilo sasinye phakathi kwemisila emibini, kanye phakathi.