Hezekile 36:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+ Hoseya 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”
25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+
8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”