1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+ Hoseya 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kuba uEfrayim wandise izibingelelo ukuze one.+ Umise izibingelelo ukuze one.+
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+