IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Abantu baphuma baya kuphanga+ inkampu yamaSiriya; yaye ke umlinganiselo weseha yomgubo ocolekileyo waxabisa ishekele, yaye imilinganiselo yeeseha ezimbini zerhasi yaxabisa ishekele, ngokwelizwi+ likaYehova.

  • 2 Kronike 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela baya kufikelela eGerare,+ yaye abo baseTiyopiya baqhubeka besiwa de akwabakho uphilayo kubo; kuba baqotywa phambi koYehova+ naphambi kwenkampu yakhe.+ Emva koko bathabatha amaxhoba amaninzi kakhulu.+

  • 2 Kronike 20:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share