Levitikus 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’ 2 Kronike 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye wazibekela kwizigxina ababingeleli beendawo eziphakamileyo+ nabeedemon ezimilise okweebhokhwe+ nabamathole eenkomo awayewenzile.+
7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’
15 Yaye wazibekela kwizigxina ababingeleli beendawo eziphakamileyo+ nabeedemon ezimilise okweebhokhwe+ nabamathole eenkomo awayewenzile.+