INdumiso 37:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba baya kubuna ngokukhawuleza njengengca,+Baze njengengca entsha eluhlaza baphelelwe.+ INdumiso 92:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekuhlumeni kwabo bangendawo njengotyani+Nabo bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo betyatyamba,Oko kukuze babhujiswe ngonaphakade.+ INdumiso 103:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yena ke umntu ofayo, imihla yakhe injengaleyo yengca eluhlaza;+Indlela atyatyamba ngayo injengeyentyatyambo yasendle.+ Isaya 40:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingca eluhlaza yomile, intyatyambo ibunile,+ ngenxa yokuba umoya kaYehova uvuthuze kuyo.+ Ngokuqinisekileyo abantu bayingca eluhlaza.+ Yakobi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+
7 Ekuhlumeni kwabo bangendawo njengotyani+Nabo bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo betyatyamba,Oko kukuze babhujiswe ngonaphakade.+
15 Yena ke umntu ofayo, imihla yakhe injengaleyo yengca eluhlaza;+Indlela atyatyamba ngayo injengeyentyatyambo yasendle.+
7 Ingca eluhlaza yomile, intyatyambo ibunile,+ ngenxa yokuba umoya kaYehova uvuthuze kuyo.+ Ngokuqinisekileyo abantu bayingca eluhlaza.+
10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+