2 Kumkani 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani bentsimi nengca ethambileyo,+Ingca eseluphahleni,+ xa itshiswe ngumoya wasempuma.+
26 Abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani bentsimi nengca ethambileyo,+Ingca eseluphahleni,+ xa itshiswe ngumoya wasempuma.+