IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 35:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo.

  • Isaya 57:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngokuqinisekileyo ubani uya kuthi, ‘Fumbani, fumbani! Hlahlani indlela.+ Shenxisani nasiphi na isikhubekiso endleleni yabantu bam.’”+

  • Malaki 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Khangela! Ndithumela umthunywa wam,+ yaye umele ahlahle indlela phambi kwam.+ Iya kuza ngequbuliso etempileni Yayo,+ iNkosi yokwenyaniso,+ leyo niyifunayo, engumthunywa+ womnqophiso+ eniyoliswayo nguye.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo uya kuza,” utsho uYehova wemikhosi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share