Isaya 43:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna—ke, ndinguYehova,+ yaye akukho msindisi ngaphandle kwam.”+ Isaya 60:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+ Tito 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kanti ngamaxesha akhe afanelekileyo walibonakalisa ilizwi lakhe ekushumayeleni endaphathiswa kona,+ ngokomyalelo woMsindisi wethu,+ uThixo;
16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+
3 kanti ngamaxesha akhe afanelekileyo walibonakalisa ilizwi lakhe ekushumayeleni endaphathiswa kona,+ ngokomyalelo woMsindisi wethu,+ uThixo;