INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+