INdumiso 132:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndide ndimfumanele indawo uYehova,+Umnquba ozukileyo waLowo unaMandla kaYakobi.”+ Isaya 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+ Isaya 60:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+
24 Ngoko ke lilo eli ilizwi leNkosi eyinyaniso, uYehova wemikhosi, Lowo unaMandla kaSirayeli:+ “Heke! Ndiya kuzikhulula kwiintshaba zam, ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam.+
16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+