-
1 Samuweli 3:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Ngoko uYehova wambiza kwakhona isihlandlo sesithathu: “Samuweli!” Wavuka yena waya kuEli waza wathi: “Ndim lo, kuba umele ukuba undibizile.”
Waza uEli waqala ukuqonda ukuba nguYehova owayebiza inkwenkwe leyo.
-