IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 59:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ayikho inyaniso,+ yaye nabani na osukayo ebubini uyaphangwa.+

      UYehova wabona, yaye kwakukubi emehlweni akhe ukungabikho kokusesikweni.+

  • Amosi 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Amahashe aya kubaleka na phezu kwengxondorha, okanye uya kulima na ubani apho ngeenkomo? Kuba nijike okusesikweni+ kwaba sisityalo esinetyhefu, nesiqhamo sobulungisa saba ngumhlonyane,

  • Habhakuki 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko ke umthetho undindisholo, nokusesikweni akuze kubekho.+ Ngenxa yokuba olilungisa ungqongwe ngongendawo, ngoko okusesikweni kuphuma kugwenxa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share