IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 50:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+

      Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+

      Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+

  • Yeremiya 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye, okokuqala nje, ndiza kubuyekeza umlinganiselo opheleleyo wesiphoso sabo+ nowesono sabo, ngenxa yokulihlambela kwabo ilizwe lam.+ Ilifa lam balizalisa ngezidumbu zezinto zabo ezinezothe nezinto zabo ezicekisekayo.’”+

  • Hezekile 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘“Kodwa ke bona abo intliziyo yabo ihamba ngokwezinto zabo ezilizothe nezinto zabo ezicekisekayo,+ ngokuqinisekileyo ndiya kuyizisa indlela yabo entlokweni yabo,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’”+

  • Yoweli 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share