1 Kronike 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ eHamati+ njengoko wayesiya kumisa ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+ Isaya 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+
3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ eHamati+ njengoko wayesiya kumisa ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+
20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+