Levitikus 26:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Nothi ke ngoko nidle inyama yoonyana benu, nidle nenyama yeentombi zenu.+ Duteronomi 28:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+
55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+