Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ INdumiso 85:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 85 Uyakholiswa, Yehova, lilizwe lakho;+Ubabuyisile abo babethinjiwe bakaYakobi.+ Isaya 66:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Njengendoda ehlala ithuthuzelwa ngunina, ngokunjalo nam ndiya kuhlala ndinithuthuzela;+ yaye kwimeko yeYerusalem niya kuthuthuzeleka.+ Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
13 Njengendoda ehlala ithuthuzelwa ngunina, ngokunjalo nam ndiya kuhlala ndinithuthuzela;+ yaye kwimeko yeYerusalem niya kuthuthuzeleka.+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+