Isaya 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+ Isaya 29:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokuqinisekileyo abalulamileyo+ baya kuyandisa imihlali yabo kuYehova, kwanabo bangamahlwempu eluntwini baya kuvuya ngaLowo Ungcwele kaSirayeli,+ Mika 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+
20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+
19 Ngokuqinisekileyo abalulamileyo+ baya kuyandisa imihlali yabo kuYehova, kwanabo bangamahlwempu eluntwini baya kuvuya ngaLowo Ungcwele kaSirayeli,+
7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+