Hoseya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Mthiye igama elinguYizereli,+ kuba kulithuba elincinane ukuze ndiyiphendulise indlu kaYehu+ ngezenzo zophalazo-gazi zaseYizereli, ndize ndiyiyekise ulawulo lwasebukhosini indlu kaSirayeli.+
4 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Mthiye igama elinguYizereli,+ kuba kulithuba elincinane ukuze ndiyiphendulise indlu kaYehu+ ngezenzo zophalazo-gazi zaseYizereli, ndize ndiyiyekise ulawulo lwasebukhosini indlu kaSirayeli.+